The Existence of African Indigenous Spirituality


The Existence of African Indigenous Spirituality


Africa’s identity was African indigenous spirituality before the arrival of missionaries and their Religions. When they arrived they changed Africa’s true identity and have them false identity. Now it’s that time for Africans to return to their identity and claim their rightful power.

#spirituality #afrikanspirituality #africanculture #africa…

source

Leave your comment

Your email address will not be published. Required fields are marked *

49 Comments

  1. Bakhona phakathi abadala basijongile bekufanele sesinazozonke iIxhobo z oluntu phakathi kwethu ngoba imboni seyikwiIzinga eliphezulu 8ikumka I iinkosi Onke ezifanelekile kwilliWe ngolwe catigoriesukuze lime libheke phambili illizwe

  2. Lesi yiso isikhathi lapho umuntu omnyama afanele avuke kulobumnyama wa cindezelwa e suswa kubuntu bakhe anikezwa ubumnyama loku namuhla kunzima nakubantwana ukubona umehluko kuloku okubi nokuhle.We are very fortunate to have amongst us IMBONI UBABA UZWILEZWE,HE IS BROUGHT TO THOSE WHO WILL HAVE THE WISDOM OF SEEING AND FOLLOW ON HIS TEACHINGS…NO ONE IS FORCED TO CHANGE FROM WHATEVER HE/SHE BELIEVES BUT TO RESEARCH AND MAKE A CHOICE!!!
    THAT CAN ONLY BE REALISED BY KNOWING WHO ARE YOU ,WHERE DO YOU COME FROM AND WHICH WAYS DID OUR FOREFATHERS FOLLOW BEFORE SETTLERS OCCUPIED OUR LAND AND FORCED THEIR RELIGIONS TO OUR KINGS AND LEADERS.

    THE MAIN WEAPON USED UPON ALL THIS WAS THE BIBLE WHICH WAS FORCED TO EVERY HOUSEHOLD WHICH TODAY STILL CONTROLS THE WHOLE BLACK NATIONS!

  3. Kuhle ukubona umntana westhunywa ethetha ngento empilisayo ngento eyadalelwa yena kunzima impela ukuphuma kumagedana weReligion kodwa at the end of the day wenzela not only wena but abakini nalaba abazayo ukuthi nabo bangavaleki amehlo ngalendlela okwenzeka kuwe Zulu💙

  4. EzoMoya zakwaNtu💙🙌👏

    African Spirituality must lead in Africa.

    "Ngulo ngulo iyandihlupha lengulo mna,ndayinikwa ngoKhokho bam lengulo"👣🥁🕯🎶💙Ingoma zakwaNtu zinesingqi esimnandi.

  5. There is a song by Msaki ethi "vukani bantu bokukhanya ixesha lifikile".

    Honestly anyone who hates and abandons African Indigenous Spirituality is just like someone ofuna ukohlukana nesthunzi sakhe.

  6. Decolonizing the African mind ngezambulo zeNkosi Yomoya 💙
    Restoring of the African child back to his roots of Indigenous African Spirituality

  7. African indigenous spirituality is life, is our life as the children of Alkebulan/Africa the mother of all continents. What we see today ku tata Radebe #Inkosi yomoya yinto kade yabakhona before religion came to take over. Let's go back to our authentic ways the true ways of our ancestors we will succeed. Thank you

  8. Ndibule ukuzazi kangcono nokubuyela kwingcambu zam nje ngomnt omnyama ndi understand ezomoya zakwantu ndiyabulela ukubaphantsi kobukhosi bomoya obukhokelwa nguye U Tata Zwilezwe Radebe Khula Bhungane isizwe siyavuka kancane kancane mnt omnyama uyavuleka Amehlo enkos

  9. Alkebulan will rise when people listen to inkosi yomoya ubab Uzwi lezwe and us as amasosha we the only ones to bring black people back to thier roots by only listen to imfundiso ze nkosi yomoya 💙💙💙

  10. I Honor and Accept the great works of African spirituality under the guidance of one of the chosen one on our Era,uBaba uZwileZwe Radebe

    Should our Grand fathers didn't shift from spirituality,we should have by now not have Kings who went to Exile for freedom as Indegionus Kings then come back as Presidents.
    Accepting foreign religions and it's systems of life puts us where we are today

    Many Thanks to iMboni uBaba uZwileZwe Radebe for opening our eyes and activate our spitual minds

    Ahhh Zwilezwe!!!!

  11. Kunjalo mntaka Baba……Vuka mntu omnyama uzithintithe nasi iSibane sezwe sibekiwe phambi kwakho ungalilileli elithuba ube ungenokwazi ulibuyisa.

    Ngoku ithuba usalinikiwe lisebenzise.

  12. 🎉 kunjalo mntane'sthunywa vele yinto eyayisenziwa ngokhokho emandulo yingako xa sisiya ekhayeni lomoya siyobuyiselwa kubuthina asiguquki njengoba kusithiwa uzalwa kabusha kwezinkolo zokufika uthi utata uzwi lezwe buyelani kubu Africa benu kulapho uzobasemandleni💙

  13. If water is the source of life then African spirituality is key of one life and identity if you strip one from his or her Spirituality you have succeeded in breaking one's backbone

    Aluta continua

  14. Kunjalo mtanesthunywa kwakunjalo ngaphambilini inkosi yomoya ayizanga zoqala into yakhe kungoko ezosibuyisela Kula Mandla okhokho bethu babehamba ngawo incwadi ingekho bemamela umoya # SPIRITUALiTY MUST LEAD ntakababa